Tom: E
C#m G#m A E
C#m G#m A E
[Pre-Chorus]
C#m G#m A E
Andinay' imali, nd'hluphekile
C#m G#m A E
Thandazile, kuzolunga nini?
C#m G#m A E
Nankw' ememeza, amashwa emuva
C#m G#m A E
Bunjani ubomi, kwabanye bethu?
[Chorus]
C#m G#m A E
Ewe ndifile engqondweni
C#m G#m A E
Inkathazo azipheli endleleni yami
C#m G#m A E
Yooh yooh yooh
C#m G#m A E
Yooh hii yooh mama weeh
[Verse 1]
C#m G#m A E
Ilanga liyoba linye, izinyembezi zami ziyophenduk' imvula
C#m G#m A E
Izithukuthuku zami zibe iz'busiso, izinto zibe lula
C#m G#m A E
Awu, sekuphele iminyaka, amathuba empumelelo eng'phutha
C#m G#m A E
Ngikhala kuwe Mdali wami, nawe thonga lami please phendula (Yey' phendula)
C#m G#m
Ikati lilele eziko (Eshe!)
A E
Nginje ngenyoni engenampiko
C#m G#m A E
Impilo yami yonke ngisebenzel' uk'feza ezikamama ifiso
C#m G#m
Iindlela zami zigcwele amashwa - amabhadi (Amabhadi)
A E
Ngisho nosizi sekuwu mngani wami (Mngani wam' weeh)
C#m G#m
Yey kwakhala nyonini dlozi lami? (Dlozi lami)
A E
Aw ngoba sengibasathe akuhlangani (Awuphendule mf'wethu!)
[Chorus]
C#m G#m A E
Ewe ndifile engqondweni
C#m G#m A E
Inkathazo azipheli endleleni yami
C#m G#m A E
Yooh yooh yooh
C#m G#m A E
Yooh hii yooh mama weeh
[Verse 2]
C#m G#m A E
Ogogo (Haya), bayakhala ogogo (Mmm)
C#m G#m A E
Ogogo (Haya), bakhala yonk' impelasonto (Mmm)
C#m G#m A E
UMamami (Haya), oh ngisho umamami (Mmm)
C#m G#m A E
Angisakwazi (Haya), usehlala emtholampilo (Mmm)
C#m G#m A E
Ah webafana liguqubele izulu
C#m G#m A E
Ah webafana indl' emnyama ivelelwe
C#m G#m A E
Ah webafana liguqubele izulu
C#m G#m A E
Ah webafana indl' emnyama ivelelwe (iphelelwe)
[Chorus]
C#m G#m A E
Ewe ndifile engqondweni
C#m G#m A E
Inkathazo azipheli endleleni yami
C#m G#m A E
Yooh yooh yooh
C#m G#m A E
Yooh hii yooh mama weeh
[Pre-Chorus]
C#m G#m A E
Andinay' imali, nd'hluphekile
C#m G#m A E
Thandazile, kuzolunga nini?
C#m G#m A E
Nankw' ememeza, amashwa emuva
C#m G#m A E
Bunjani ubomi, kwabanye bethu?
[Chorus]
C#m G#m A E
Ewe ndifile engqondweni
C#m G#m A E
Inkathazo azipheli endleleni yami
C#m G#m A E
Yooh yooh yooh
C#m G#m A E
Yooh hii yooh mama weeh